www.fgks.org   »   [go: up one dir, main page]

Jump to content

Ingxoxo ngemfazwe yamaXhosa

Livela
The printable version is no longer supported and may have rendering errors. Please update your browser bookmarks and please use the default browser print function instead.
Amatsha-ntliziyo akhusela ulawulo lwaseWater Kloof eyayiminyene lihlathi ngexesha lemfazwe yango1851 imfazwe yesi-8 yamaXhosa. AmaXhosa, kumlambo ikei River namaKhoi-khoi kunye nemikhosi eyasaba emfazweni.

Iimfazwe zamaXhosa (nezikwabizwa njengeemfazwe zencakam yekapa okanye iimfazwe zeminyaka elikhulu kwilizwekazi iAfrika), olu ke yayiluthotho lweemfazwe eziluthoba (ukusuka kwiminyaka yoo-1779 ukuya kweyo-1879) phakathi kweentlanga zamaXhosa nakubavukeli baseYurophu kule ndawo ibizwa ngokuba yimpuma Koloni emZantsi Afrika kungoku nje. Laa ngamaxesha amade eentshukumo zomkhosi kwimbali yokuthinjwa kweAfrika.